Sondela

TRESOR

Ndisakufunda
Amazwi akho ambalwa
Ucinga nzulu ndiyakubona
Uyandichaza
Ngezontloni zakho
Nokuzinza kwakho
Ndiyak'verstaana
Uyandazi

Mna ndizthandel'abantu
Ndihleka ndiveze elok'gqibela
Uyandibuka xa ndincokola
Uncumele ngaphakathi
Uyandibona
Sondela kum

Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Umenivunja moyo mama kama moto ya nyiragongo
Wanipa furaha kama mtori kama maji kwenye sahara
Umeniiba moyo dada baki basi tukae pamoja
Unanitisha ujasiri na mapenzi mi sijaona

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

I just wanted you to know my smile belongs to you oh
I just wanted you to know my smile belongs to you oh
I just wanted you to know my smile belongs to you oh

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Sondela kum
Sondela kum
Baby sondela kum
Sukuzibalela
Unekhaya kum
Baby unekhaya kum
Unekhaya kum
Selikuncumele

Tracker

All lyrics are property and copyright of their owners. All lyrics provided for educational purposes only.